Woordelys van Grondverwante Terme/Uhlu Lwamagama Ahlobene Nomhlaba Agxile Kumihlahlandlela Yokuzithandela/ULuhlu lwamagama aBhekiselele kwiNdlela yokubiza uMhlaba

No hay miniatura disponible

Fecha

Autores

Título de la revista

ISSN de la revista

Título del volumen

Editor

FAO ;

Resumen

Descripción

Isethulo Loluhlu lwamagama lulungiselelwe ukusisiza siqonde amagama amalungelo omhlaba ngokomongo Wemihlahlandlela Yokuzithandela Emayelana Nokwenganyelwa Okufanele Kwamalungelo Omhlaba, Ukudoba Namahlathi Ngokomongo Wokuphepha Kokudla Kwesizwe (VGGT). Le dokhumenti isebenzisa ezinye izinhlu zamagama (bheka izikhombo) futhi ibandakanya amagama ayinhloko asetshenziswa ku-VGGT, kanye namanye amagama asetshenziswa ngokuvamile ekuphathweni komhlaba, ekwenganyelweni komhlaba nasekushayweni kwemithetho yomhlaba. Njenganoma yiluphi uhlu lwamagama, le dokhumenti iveza umbono othile ngamalungelo omhlaba, futhi kungenzeka ukuthi kube nabanye abazokuba nemibono ehlukile. Intshayelelo Lo mqulu ulungiselelwa ukunceda ukuqonda ngengqesho yomhlaba kumbandela weSikhokhelo ngoLawulo olunoXanduva kwiNgqesho yoMhlaba, ukuLoba kunye naMahlathi, kuMbandela woKhuseleko loKutya weLizwe (VGGT). Lo mqulu uthathe kweminye imiqulu yolwazi (jonga apho kucatshulwa) yaye iquka amagama angundoqo asetyenziswa kwi-VGGT, kwakunye namagama adla ngokusetyenziswa kulawulo lomthetho womhlaba. Kumagama awo nawuphi umqulu wamagama, lo mqulu ubonisa imiba ethile yengqesho yomhlaba yaye kungenzeka ukuba abanye banemibono eyahlukileyo. Inleiding Hierdie woordelys is saamgestel om te help met ʼn begrip van terminologie ten opsigte van grondverblyfreg in die konteks van die Vrywillige Riglyne vir die Verantwoordelike Bestuur van Verblyfreg tot Grond, Vissery en Bosbou in die konteks van Nasionale Voedselsekuriteit (VGGT). Hierdie dokument leen by ander woordelyste (sien verwysings) en sluit sleutelwoorde in wat gebruik word in die VGGT, saam met ander algemeen gebruikte woorde in grondadministrasie, grondbestuur en grondwetgewing. Soos met enige woordelys, weerspieël hierdie dokument ʼn sekere perspektief ten opsigte van grondverblyfregkonsepte, en dit is moontlik dat ander uiteenlopende perspektiewe sal hê.

Palabras clave

Citación